Xhosa clan names


Xhosa clan names, iziduko are family names that are considered more important than surnames among Xhosa people. Much like the clan system of Scotland, many Xhosa persons can trace their family history back to a specific male ancestor or stock. Mentioning the clan name of someone is the highest form of respect, and it is considered polite to enquire after someone's clan name on meeting. The clan name is also sometimes used as an by members of that clan.lk
When a woman marries, she may take her husband's surname, but she always keeps her own clan name and adds the prefix Ma- to it. A man and a woman who have the same clan name may not marry, as they are considered to be related. The wife has to be buried in the clan name of the husband so that they can be appropriate to be the man's family because they use the same surname.


CLAN NAMES :
A few clan names of amaXhosa and related ethnic groups :
AmaNzotho, ooKhawuta kaGcaleka, ooMaphango,ooMalambedlile, ooNgxale, ooNyelenzi, ooPhalo, ooTogu, ooTshiwo kaTswawe, kaMalangana
uBukula ngulo wamisela uNtsele kubukhulu bamaHlubi, gokusuka amkhelele amanzi ngophondo ukuba awase kuise-mkhulu uDlomo.
AbakwaMaphela isekwa ngabakwaNkwali. Balifumana eli gama kuba ubutyebi babo buska banyakasela ngokwamaphela, kwaba se kusithiwas ngabakwaMaphela.
"Ngabakwa Nkwali Bhukukala Mkhwanasi,Makhwanasi amahle, amaHlubi kaShamase Nkwal’ enkosi,
Enyon’ engadliwa ngabafokazana idliwa ngamakhosi.
Ngabakwa Buz’ elikhul’ elagedl’ umhlanga,
Kwavel’ amaBuz’ abuzwana.
NgabakwaNongubo-ntloko.
Abanye bazitetil’ abanye bazithwele.
Inkwali yintak’ engcondo zibomvu
Edla ikhethe lomfula isihlobo sobugotsho isihlobo sobuwanguwangu uMuMosulelwa ngamafutha inyama engayidlanga Mntana akafani noyise ngalivezandlebe intombi ithi ngizeke Nova awunankomo
Mthulukwa lowathulukwa entabeni njengengqatha zempundzi
Shamase
Somlomoti
Spheshu
Madubandlela
Mkhwanasi
Msuthu
Sokhethabahle
Somkhele
Mtubatuba
Dlangezwa
Phalane
Mntongenankundla
Luvuno
Veyane
Mayanda
Masukumbeya
Nzama kaBelisi
Magcoba
Mhabahaba
Sontuyi
Gagisa: IZiduko zama Hlubi, ngu Henry Masila Ndawo. Published by Lovedale Press, 1939. Found at Rhodes University Library. Last updated 12/03/2013 nguNkwali, uBukula, uThando wakwa Mjebeza kaNokuni ozalwaNgumsithi yena ozalwangu Mjebeza eGobozana eQonce.
Ndambe; Fafa; Rhudulu; Teyise; Mfunguma; Goduka; Sandali; Thole; Ncayiyana; Thetho; Holomika; Jambase; Mthimkhulu; Ngqeleni; Mkhence; Mafahla; Joseph; January; Mphela; Ndumazi; Bhaziya; Ncuthu; Rheme; Jayiya; Zusana; Ngwana; Molomeka; Malema; Fandesi; Sethima; Sidima; Ngconde; mkhabela; Ncusamba; Mfikazwe; Masinga; Msiza; Yawa; Yaso; Ohoiwa; Qoqoba; Ntsunde; Bandezi; Mqikela; Mqhayi; Mkabani; Sonto; Mai; Vrekke; Damane;Jiyaso; Ntsima; Ndeze; Zenzile; Maphanga; Zuma; Jombose; Ndayisa; Ndila; ndzimande; Bhodlo; Mzimkhulu; Mbotho; Doseni; Dosini; mMqinase; Coko; Vilane; mzoyiyana; Mzozoyana; Tuni; Tau; Baloyi; Valoi; vabooi; Booi; Saliso; Mndima; Mdingi; Ndlobeni; Ndlovukazi; Ndaba; tshaziya; tshaka; lembe; Nemba; Lemba; Bhekuzulu; Bhekezulu; Mantantayise; Sesulu; Sisulu; Ngiba; Ngidi; Goreh; Ngcandana; Mtsamai; Bereng;Tsaitsai; Ncede;Zukulu; Mkhonde; Chitwayo; Ndengane; Feketha; Ndala; Bhubesi; Lamaani; Ndrishan; Drouze; Fulmake and Solika ka Ndebela Mande; Makubalo
Xhosa tribes all 12 remain as follows:
In Terms temporals was Alikednth Not Xhoosa Was Laerthghyu
Ikumkanikazhii Kuxeshaa Nghamaxhoosa Emhilhonhi Kusekudhalhenhi
Amacwerha-Cwerha, Gxarha, Mlawu, Mahlahlana, Siyoyo
Heka, Nangu, Tiya, Tyibashe
Nxele, Tyhethe, Dlumvubo
Gastyeketye, Nunu, Bhuse, Mvabebhokhwe
Dobo, Nonjonjo, Nombamba, Rharhabe
Mandlana, Sende liyahlaba likhuphi gazi ngomlomo
Isilo sehlathi esigquma phezi ko mlambo
OoZiduli zibomvu zokuzimela kuba zibalek'intaka
uMbon'obomvu ongatyiwa batshakazi kuba uyaba ghabhisa
Dobo liyatsha licinywa ngegazi leNgwe
NGWE ndini ezidla ngamabala!!.
Gantsa:
Zondi: Ntsele, langa, gqagqagqa, Madlalangemdlovu, mlomane, mbutho, vaphi, khuboni, qunta, Nontandukutatanyiswa, Nondaba,mbilin'awudliwa, dlanamhlotshana, uluqa, ushibane, utetemane, umabonw'abulawe njengenyamazane, umbutho, lusibalikhulu, ugagashe kaBhambatha.
UZondi uNtsele sisizukulu sika Dulaze, Gwente, Gqingeni no Jwambi